Umsebenzi Wabathunywa 28:6 Ibhayibhile (XHO96)

Bona babelindele ukuba adumbe, okanye asuke afe. Kodwa emva kokulinda ithuba elide bengaboni nto ingaqhelekanga kuye, baziguqula iingcinga zabo, bathi unguthixo.

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:1-9