Umsebenzi Wabathunywa 28:4 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu balapho bathi bakuyibona inyoka ijinga esandleni sikaPawulos bathi omnye komnye: “Lo mntu kucaca ukuba usisigebenga; nakuba esindile nje elwandle, akanakusinda kwimpindezelo kaThixo.”

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:1-12