Umsebenzi Wabathunywa 28:23 Ibhayibhile (XHO96)

Bavumelana ngosuku noPawulos, kwaza ngaloo mini bafika bebaninzi apho wayehlala khona uPawulos. Waqala kwakusasa kwada kwahlwa ecacisa, ebachazela ngokuthwasa kolawulo lukaThixo. Wazama ukuboyisela kuYesu ngokucaphula *kumthetho kaMosis nakwiincwadi *zabashumayeli bamandulo.

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:19-26