Umsebenzi Wabathunywa 28:2 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu balapho basenzela ububele. Yana imvula, kwaza kwabanda kakhulu. Ke kaloku abantu balapho basibasela umlilo, bebonisa ukusamkela kwabo.

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:1-4