Umsebenzi Wabathunywa 28:15 Ibhayibhile (XHO96)

Amakholwa aseRoma eva ukuba siyeza, aza amanye asihlangabeza eApiyaforo, amanye ke adibana nathi eTritabherne. Akuwabona uPawulos, wambulela uThixo, waza wakhuthazeka.

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:11-17