Umsebenzi Wabathunywa 28:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ukusuka apho sahamba saya kufika edolophini yaseRegiyo. Ngengomso kwabhudla umoya wangasezantsi, saza emva kweentsuku ezimbini saya kufika kwidolophu yasePutoli.

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:9-18