Umsebenzi Wabathunywa 27:29 Ibhayibhile (XHO96)

Bathi ngenxa yokuba besoyika ukuba isuke inqanawa yethu iphoseke ematyeni, bazithoba zane iiankile esinqeni senqanawa, sebelangazelela ukuba kuse.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:22-38