Umsebenzi Wabathunywa 27:21 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwexesha elide amadoda lawo engatyi, waphakama uPawulos wathi: “Madoda, ukuba nanindivile asemka eKrete, ngesiwuphephile wonke lo monakalo nale lahleko ingaka.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:18-26