Umsebenzi Wabathunywa 27:2 Ibhayibhile (XHO96)

Sangena enqanaweni eyayivela eAdramita, iza kunduluka iye kwizikhululo-nqanawe zephondo laseAsiya, sahamba ngayo. Wayekunye nathi uAristarko waseTesalonika, ekummandla waseMakedoni.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:1-9