Umsebenzi Wabathunywa 26:29 Ibhayibhile (XHO96)

UPawulos waphendula wathi: “Nokuba kukwangoku, nokuba kukade, ngumthandazo wam ukuba ingabi nguwe wedwa, kodwa ibe ngabo bonke abandiphulaphuleyo namhlanje, babe njengam; kodwa ke noko bona bangakhonkxwa.”

Umsebenzi Wabathunywa 26

Umsebenzi Wabathunywa 26:24-32