Umsebenzi Wabathunywa 26:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaqala eDamasko ndaya eJerusalem, nakuwo wonke umhlaba wakwaJuda, nakweleentlanga, ndashumayela ukuba baguquke, beze kuThixo, benze izinto ezibonakalisayo ukuba baguqukile.

Umsebenzi Wabathunywa 26

Umsebenzi Wabathunywa 26:11-21