Umsebenzi Wabathunywa 26:13 Ibhayibhile (XHO96)

Endleleni apho, emini emaqanda, mhlekazi, ndabona ukukhanya okubengezela ngaphezu kokukhanya kwelanga, kuvela esibhakabhakeni, kundibengezelela ngeenxa zonke, naloo madoda ndandihamba nawo.

Umsebenzi Wabathunywa 26

Umsebenzi Wabathunywa 26:9-22