Umsebenzi Wabathunywa 25:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa andikabi nayo inkcazelo ezeleyo endingayenzela uKhesare ngayo. Kungoko ke ndiyizise apha phambi kwenu, ngakumbi wena, kumkani Agripa, ukuze sithi emva kokulivavanya eli tyala layo, ndikwazi ukubhala ngalo.

Umsebenzi Wabathunywa 25

Umsebenzi Wabathunywa 25:22-27