Umsebenzi Wabathunywa 25:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke uPawulos usuke wabhenela *kuKhesare. Ubone ukuba makahlale engumbanjwa lide ityala lakhe libe nokuviwa nguMhlekazi ngokwakhe. Ke ndathi makagcinwe de ndimthumele kuKhesare.”

Umsebenzi Wabathunywa 25

Umsebenzi Wabathunywa 25:19-27