Umsebenzi Wabathunywa 24:5-7 Ibhayibhile (XHO96)

5. Lo mfo simfumene engumdodobalisi oyingozi. Uhamba ephemba udushe phakathi kwamaJuda kulo lonke elimiweyo; futhi uyinkokheli yegqiza lamaNazarete.

6. Samfumana ezama ukunyelisa *indlu kaThixo, saza sambamba. [Sasifuna ukumgweba ngokomthetho wethu,

7. kodwa kwafika umphathi-mkhosi uLisiya wamhlutha kakubi.

Umsebenzi Wabathunywa 24