Umsebenzi Wabathunywa 24:27 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kweminyaka emibini uPorkiyo Festo waba yirhuluneli endaweni kaFelekis. Ngenxa yokuba uFelekis wayefuna ukuzenza mhle kumaJuda, wamshiya entolongweni apho uPawulos.

Umsebenzi Wabathunywa 24

Umsebenzi Wabathunywa 24:19-27