Umsebenzi Wabathunywa 24:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa wahambisa uPawulos echaza ngokuziphatha kakuhle, ukuzeyisa, nangomhla womgwebo, uFelekis watsho woyika wathi: “Ungakhe umke ngoku; ndiya kuphinda ndikubize xa ndinethuba.”

Umsebenzi Wabathunywa 24

Umsebenzi Wabathunywa 24:22-26