Umsebenzi Wabathunywa 23:6 Ibhayibhile (XHO96)

Akuqonda uPawulos ukuba kweli qela kukho *abaSadusi kwakunye *nabaFarasi, wabhekisa eBhungeni apho, wathi: “Mawethu, mna ndingumFarasi ongunyana womFarasi. Ndisematyaleni nje kungenxa yokuba ndinethemba lokuba abafileyo baya kuvuka.”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:5-8