Umsebenzi Wabathunywa 23:31 Ibhayibhile (XHO96)

Amajoni enza njengoko ayeyalelwe. Amthatha uPawulos kwangobo busuku, aya kufika naye eAntipatri.

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:21-34