Umsebenzi Wabathunywa 23:3 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uPawulos wathi: “UThixo uya kukubetha, ludongandini luvetiweyo; uchophele ukundigweba ngokomthetho, kodwa kwawena uyawaphula umthetho, uthi mandibethwe!”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:1-10