Umsebenzi Wabathunywa 23:29 Ibhayibhile (XHO96)

Apho ke kuye kwacaca ukuba ayenzanga tyala lokuba ingagwetyelwa ukufa, nokuba mayivalelwe entolongweni. Isityholo ebekwa sona siphathelele kwimpikiswano ngomthetho wabo.

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:20-30