Umsebenzi Wabathunywa 23:27 Ibhayibhile (XHO96)

Le ndoda âyibamba amaJuda eza kuyibulala. Ndivile ukuba ingummi ongumRoma, ndaya kuyihlangula ngamajoni.

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:20-29