Umsebenzi Wabathunywa 23:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa uze ungavumi ukuyiva loo nto, ngoba kukho amadoda angaphezu kwamashumi amane alalele uPawulos endleleni. Afungile ukuba akayi kutya, engayi kusela, ade ambulale. Nangoku selelungile, elindele ukuba uvume.”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:18-22