Umsebenzi Wabathunywa 22:3 Ibhayibhile (XHO96)

“Mna ndingumJuda, ndazalelwa eTarso kwelaseKiliki, kodwa ndakhulela apha eJerusalem, ndingumfundi kaGamaliyeli. Ndafumana ingqeqesho ecokisekileyo kumthetho wookhokho bethu; futhi ndandizinikele kuThixo, ndinjengokuba ninjalo nani namhlanje.

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:1-11