Umsebenzi Wabathunywa 22:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kuthe sebembophelele, beza kumkatsa, uPawulos wabhekisa kumphathi-butho owayemi apho, wathi: “Khawutsho, kusemthethweni ukuba ungámbetha ummi ongumRoma engakhanga afunyanwe enetyala?”

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:15-30