Umsebenzi Wabathunywa 22:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ndathi ke mna: ‘Nkosi, bazi kakuhle ukuba ndandifika ndibabambe abo bazinikele kuwe, ndibabethele apho *ezindlwini zesikhungo.

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:11-20