Umsebenzi Wabathunywa 22:13 Ibhayibhile (XHO96)

Yeza yafika yema ecaleni kwam, yathi: ‘Sawule, mfondini, buya ubone.’ Kanye ngaloo mzuzu avuleka amehlo am, ndaza ndabona.

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:4-15