Umsebenzi Wabathunywa 22:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ndabuza ndathi: ‘Ndingenza ntoni, Nkosi?’ Yaza yathi iNkosi kum: ‘Vuka, uye eDamasko; woyixelelwa khona apho into yonke akumisele ukuba uyenze uThixo.’

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:9-11