Umsebenzi Wabathunywa 21:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa lakufika ixesha lokumka, sayihamba indlela yethu. Basikhapha sada sangaphandle kwedolophu, bekunye nabafazi kwanabantwana babo. Saguqa elunxwemeni apho, sathandaza.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:1-13