Umsebenzi Wabathunywa 21:40 Ibhayibhile (XHO96)

Yamvumela ingqwayi-ngqwayi, waza ke uPawulos emi ezitepsini wawangawangisa ngesandla ukuba bathi cwaka abantu, wadanduluka ngesiHebhere esithi:

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:32-40