Umsebenzi Wabathunywa 21:37 Ibhayibhile (XHO96)

Xa babeza kungena enqabeni, wathi uPawulos kwingqwayi-ngqwayi yomkhosi: “Ndingákhe ndithethe nawe?”Ingqwayi-ngqwayi ithe: “Kanti uyasazi isiGrike?

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:33-40