Umsebenzi Wabathunywa 21:20 Ibhayibhile (XHO96)

Bathi bakuziva, bamdumisa uThixo xa bebonke. Baza bacebisa bathi kuPawulos: “Mfondini, nawe uyazibonela ngokwakho ukuba apha kukho amawaka-waka amaJuda aguqukileyo angamakholwa, kodwa asabambelele *emthethweni kaMosis.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:17-24