Umsebenzi Wabathunywa 21:16 Ibhayibhile (XHO96)

Abanye babalandeli bakaYesu baseKhesariya bahamba nathi, basisa endlwini yendoda egama linguMnaso, esathi sahlala nayo. Loo ndoda yayingumfo waseSipro, ilikholwa elaguquka kwimihla yangaphambili.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:9-19