Umsebenzi Wabathunywa 21:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa wathi ukuphendula: “Nenza ntoni, nifuna ukundityhafisa nje ngezi nyembezi zenu? Andilungelanga kubotshwa kuphela eJerusalem; kwanokufa oku ndikulungele ngenxa yeNkosi uYesu.”

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:3-14