Umsebenzi Wabathunywa 20:9 Ibhayibhile (XHO96)

Umfana ogama linguYutiko wayehleli efestileni, wada wozela walala, kuba uPawulos engayeki ukuthetha. Wothuleka apho kumngangatho wesithathu, waya kuwa emhlabeni, bamchola apho efile.

Umsebenzi Wabathunywa 20

Umsebenzi Wabathunywa 20:3-10