Umsebenzi Wabathunywa 20:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokuhlwa koMgqibelo sahlanganisana kwisidlo sobudlelwana. UPawulos wathetha nabo abantu, wolula kwada kwaphakathi kobusuku, kuba kaloku wayeza kuhamba ngomhla olandelayo.

Umsebenzi Wabathunywa 20

Umsebenzi Wabathunywa 20:2-16