Umsebenzi Wabathunywa 20:28 Ibhayibhile (XHO96)

Zilumkeleni nina ngokwenu, niwulumkele nawo umhlambi athe uMoya oyiNgcwele wanibeka phezu kwawo. Yibani ngabelúsi bebandla likaThixo, athe walizuza ngegazi lowakhe uNyana.

Umsebenzi Wabathunywa 20

Umsebenzi Wabathunywa 20:27-33