Umsebenzi Wabathunywa 20:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa kum ukuphila akubalulekanga ngaphezu kokuba ndilufeze ubizo lwam, ndiwugqibe umsebenzi endawunikwa yiNkosi wokuvakalisa iindaba ezimnandi zesisa sikaThixo.

Umsebenzi Wabathunywa 20

Umsebenzi Wabathunywa 20:14-27