Umsebenzi Wabathunywa 20:18 Ibhayibhile (XHO96)

Bakufika wathi kubo: “Nina ngokwenu niyayazi kakuhle indlela endahlala nani ngayo, ukusuka kwimini yokuqala endathi ndafika ngayo kweli phondo laseAsiya.

Umsebenzi Wabathunywa 20

Umsebenzi Wabathunywa 20:11-19