Umsebenzi Wabathunywa 20:13 Ibhayibhile (XHO96)

Thina sahlabela mgama, sihamba ngenqanawa, saya kutsho eAso, apho sasiza kuthatha uPawulos khona, kuba lo yayingumyalelo wakhe, njengoko yena wayehamba emhlabeni.

Umsebenzi Wabathunywa 20

Umsebenzi Wabathunywa 20:8-21