Umsebenzi Wabathunywa 2:6 Ibhayibhile (XHO96)

Bakukuva oko kwakusenzeka, kwahlanganisana indimbane yabantu, bonke bemangalisiwe kukuva abalandeli bakaYesu bethetha iilwimi zabo.

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:1-9