Umsebenzi Wabathunywa 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

Bazaliswa ke bonke nguMoya oyiNgcwele, baza bathetha ngalwimi zimbi, njengoko uMoya wabaphayo.

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:1-13