Umsebenzi Wabathunywa 2:33 Ibhayibhile (XHO96)

Njengoko anyuselwe ewongeni kuThixo, wamkele uMoya oyiNgcwele, lowo wathenjiswayo nguYise. Le nto ke niyibonayo niyivayo ngoku kukugalelwa kwaloo Moya kuthi.

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:24-42