Umsebenzi Wabathunywa 2:31 Ibhayibhile (XHO96)

Walubona ke kwangaphambili uvuko lukaKrestu, wathetha ngalo, exela ukuba akayi kuyekwa kwelabafileyo, futhi engayi kubola.

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:24-32