Umsebenzi Wabathunywa 2:29 Ibhayibhile (XHO96)

“Mawethu, mandithethe ngokucacileyo kuni ngokhokho wethu uDavide. Yena wafa, waza wangcwatywa; yaye nengcwaba lakhe lilapha unanamhlanje.

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:28-33