Umsebenzi Wabathunywa 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Waphakama uPetros, wabhekisa ebantwini, ethetha egameni labafundi abalishumi elinambini, wathi: “Mawethu, maJuda, nani nonke bemi baseJerusalem, phulaphulani nibeke iindlebe, nantsi indawo emaniyiqonde:

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:11-23