Umsebenzi Wabathunywa 19:38 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba uDemetriyo nezicaka zakhe banesityholo ngakubani, ikho imihla eyaziwayo yenkundla, neziphathamandla zikhona; bangamangalelana khona.

Umsebenzi Wabathunywa 19

Umsebenzi Wabathunywa 19:36-41