Umsebenzi Wabathunywa 19:21 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uPawulos wazimisela ukucanda kwelaseMakedoni nelaseAkaya, aze agqithele eJerusalem. “Ndakuba ndiyile khona, kufuneka ndiyibone neRoma,” wakha watsho.

Umsebenzi Wabathunywa 19

Umsebenzi Wabathunywa 19:16-29