Umsebenzi Wabathunywa 19:10 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto ke wayiqhuba isithuba seminyaka emibini, bada bonke abantu ababehlala kwelo phondo laseAsiya, amaJuda kwanamaGrike, baliva ilizwi leNkosi.

Umsebenzi Wabathunywa 19

Umsebenzi Wabathunywa 19:7-13