Umsebenzi Wabathunywa 18:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ngenxa yokuba lo mbandela uphathelele kumazwi, namagama, nomthetho wenu, ziboneleni nina ukuba ningawulungisa njani na. Mna andinakugweba izinto ezinjalo.”

Umsebenzi Wabathunywa 18

Umsebenzi Wabathunywa 18:9-21